Description
First in a delightful series of illustrated children’s stories, set in the African bush. Called “Amabali Asuka Emthonjeni”, they are stories overheard by an old terrapin, while sitting at the edge of the waterhole:
USanta uwenza njani lo msebenzi wokuhambisa iizipho kwilizwe lonke bebaninzi kangaka abantwana ekufuneka ebahambele?
Ngelixesha ufumanisa ukuba uzakudinga uncedo, kwaye ibangummangaliso kuye lento.
Ngamaxesha athile, ayibobukhulu nokomelela okanye ubuhle obuye buncede, kodwa ukulungela nokuzimisela ukwenza umohluko.
Uyakuphawula, lukhona uluhlu olukuncedisa ukuba wazi izilwanyana zaseAfrica onokudibana.
The book is also available in Afrikaans and English, so it is a valuable tool for helping children learn more official languages.
Reviews
There are no reviews yet.